Imingcwabo izakuqhuba ezilalini

preview_player
Показать описание
Usekela mongameli weli umnumzana David Mabuza uthi ingagaleleka naninina intsholongwane icorona ezilalini...kwaye uthi ukumiswa ngxi kwazo zonke iintshukumo kweli linyathelo elilungileyo ukunqanda ukunwenwa kwalentsholongwane. OkaMabuza ukuthethe oku kwintlanganiso neenkokheli zomthonyama kwindlu yeendwendwe ka mongameli ngalentsasa. Kulentlanganiso kuvunyelwene ukuba yimingcwabo kuphela ezakuqhubeka ezilalini yaye ezinye iindibano azivumelekanga.

Рекомендации по теме