filmov
tv
Bosulelwe yiCOVID-19 abafundi eMpuma Koloni

Показать описание
Abazali babantwana abafunda kwisikolo samabanga aphakamileyo iMakaula kwilali yaseLugangeni KwaBhaca eMpuma Koloni bamemelele ukuba sivalwe esisikolo. Oku kuza emva kokusuleleka kwabafundi abayi One Hundred and Ninety Eight kuquka nabasebenzi abasixhenxe yintsholongwane yeCorona.