filmov
tv
ICOVID-19 iveze elubala indlala kunye nobunzima

Показать описание
Intsholongwane yeCorona iveze elubala indlala kunye nobunzima abajongene nabo abemi beli. Eliziko losasazo lindwendwele uJoyce Mokoena ohlala nabantwana bakhe abasibhozo kunye nabazukulwana abalishumi elinesibhozo, kuquka nabantwana bakadade wabo kwingingqi yaseMsogwaba eMpumalanga. Bebonke bangamashumi amathathu anesibini bahlala kwindlu enye enamagumbi amane.