Kuzakuvalwa mba iintsuku eziyi-21 kweli

preview_player
Показать описание
Abaphathiswa bamasebe ecandelo lezoqoqosho bachithe usuku lwanamhlanje becacisa ngendlela urhulumente azakungenelela ngayo ngelokuphumeza isibhengezo esenziwe ngumongameli Cyril Ramaphosa phezolo. Umongameli Ramaphosa ebebhengeze ukuba zizakuma ngxi zonke iintshukumo kweli ukususela ezinzulwini zobusuku bangolwesine ngelokuthintela ukunwenwa kwentsholongwane yeCorona.

Рекомендации по теме
welcome to shbcf.ru