filmov
tv
Kubanjwe abantu eThekwini

Показать описание
Amagosa ezomthetho kuquka nawezempilo ebemaxhaphetshu izolo ngethuba kuvavanyelwa abantu intsholongwane ye-Corona kwiindawo yodederhu lwevenkile iChina Mall kwidolophu yaseThekwini. Kubanjwe abantu abangaphaya koo-150 nebebevalelwe kulendawo ngethuba amapolisa namajoni eqhube ugqogqo kulendawo ngokuhlwa kwangolwesibini emva kokulunyelwa indlebe ngabahlali mayelana nokusebenza kwalendawo ngokungekho mthethweni.