Khupha umthakathi endlini

preview_player
Показать описание
Today sikhupha umthakathi endlini. Sihlanganisa amayeza okufutha, chela (fefa) nesi phondo (sigqabo).

Mabopha
Mathithibala
Mpinda
Mvalasangweni
Intuku
Mpunyu
Isithe
Mlahleni
Mpikayiboni
Sbharha
Isidikili
UbulibazU
IIntsinda umthi
Intsida bathakathi ilitye

Nkungwini
Phamba
Mfingwana

Ntloni; Nyengelezi

#KwaVusilanga
Рекомендации по теме
Комментарии
Автор

Akwande kwa Vusilanga no Bhele 💞💕🙏🏼🙏🏼🙏🏼💕💞

SiphiweMashiane-kz
Автор

Sitshele baba ukuthi senze njani ukuxosha abathakathi.siyabonga kakhulu ngani belaohi bendabuko.

dumatshabalala
Автор

As I was about to comment, I get a shout out 💃💃💃💃💃💃.
Pearl is for Pearl Ngubane 🕯️🕯️🕯️
I feel so special right now😭😭😭

pearln
Автор

Camagu bhele ndicela ubuza uyakwazi uzenzela ngokwakho ezinto

SiceloDangazele
Автор

ndicela ukubuza tata.uyathwasisa abantu abahlutshwa yintwaso

pooxiepoox
Автор

wow abantu abadala izinyanya zikubeke ndize ngikubone first time ngibona umuntu onganawo umona camaku

busichamane
Автор

Yooh syabonga kubaba ubhele ngithi camagu

lungikunene
Автор

Video came in at the right time. Can I get lamayeza in zulu

pearln
Автор

Siyabulela Tatu Bhele your work is amazing and we appreciate

OnlyRandi
Автор

Camagu Bhele, mhle lo msebenzi niwuqhubayo🙏

Vusumzi
Автор

SANIBONA KWA BHELE, MINA NGICELA IZINDUKU ZOKUSHAYA ABATHAKATHI BECAUSE NGNEBHADI LOKULANDELWA ABATHAKATHI AND NGIVIKELWA IDLOZI KAKHULU NGOBA LAPHA EKWELAPHENI NGSAMUSHA

IPHUPHOPRODUCTIONMemela-jwum
Автор

enkosi tata Bhele imfundiso yakho iyandiphilisa emoyeni nasenyameni ndithi kuMabhele makakhanyisele kwande hey ndixakwe noba ndincome kanjani uyafundisa mntana waseMabheleni and umntu awmshiyi phakathi

gloriamanqina
Автор

Camagu tata uBhele siyabulela ngalamayeza ingaba umntu ongumkhwetha ebugqirheni angawa sebenzisa onke lamayeza njengoko kusithiwa asiwaphathi amanye amayeza andinalo igqirha yilonto ndibuza camagu

xoliswamatabeni
Автор

Camagu Bhele ndimtsha ndiyayithanda kakhulu ke le yolhusela abantu bayeke ukuzi feeler small phakathi kwabantu camagu mntanethongo

koliwemhlakaza
Автор

ndihlutshwa yilonto bawo ndicela ukwazi ngomsebenzi wentuku

pheliswathethani
Автор

Siyabulela emaBheleni langa makhulukhulu wena wakhela ecaleni kwamanzi kuhle kwanonkala sithi makwande

simthembilesicoto
Автор

Camagu Tata Siyabonga ngemfundiso yakho

thokozilesibonda
Автор

Tata ndicela uze nale yaba basimithisa basishiye. Umntu atye imali akuqhayisele onwabe ngeloxesha wena uwa uvuka nalomntwana. Asibafuni qha mabondle.

matshabalalaeleki
Автор

Ndiyayithanda imfundiso yeli khaya ininzi into endiyifundileyo.

stevesidiya
Автор

2022 sisekhona Tata from Simthembile sicoto

noyolomagula