Izidungamzi phakathi kwama khaya ethu

preview_player
Показать описание
Today we are talking about things that lead to 'family disintegration'. It is important that we attend to such issues because their ramifications affect our daily lives and our prospects of success in this universe.

#Vusilanga # Isidungamzi
@vusilangalaselenge3969
Izidungamzi phakathi kwama khaya ethu? What to do? (Vusilanga
Рекомендации по теме
Комментарии
Автор

Camagu Tata hai wafaka tyiwa enxebeni ndikwesosimo ndimane ndibamba ndiyeka kodwa Ndibulela oko ndalandela wena noko kwabako ukubona kancinci noko kwayeka kubamnyana👏

leighsihlanu
Автор

Mna ndise UK (United Kingdom) Kudala ndizama yaye ndandike ndathetha notata uBhele. Kodwa ndiyavuya ngoku kuba ezamile ukuba nathi ma Xhosa Ase UK sifumane Kula mayeza akhe. Kaloku abantu bayalandelwa zizinto ezimdaka nokuba baphi na. Camagu.

skimanization
Автор

Siyabulela Bhele chin inzima impilo ifuna siyenze too much research

mogalekganya
Автор

Camagu bawo uBhele hayi kweziSaturdays uhleli kum ndiyabulela kuba ndifunda lukhulu although this is breaking my heart kodwa I know what to do...mna umntu ubhubhe engandifuni ngento endingayenzanga and I didn't know why engandifuni ndizova sele ebhubhile ndabe ndiqala uyiva kwalonto kodwa kuthwa yathethwa ndim

pumezankwali
Автор

Its is offial...my family is in the dogs !1= majority of the things mentioned ...ta Bhele you were reading my whole family

charlottenkosi
Автор

Saobona vusilanga lase lenge kwandebele sitholakala kuphi tata

lettiempele
Автор

Camagu bhele liyinyani elo tata Sizintlaba zahlukane kumakhaya ethu

ayandamatiwane
Автор

Siyacamagusha kumzi omkhulu sithi phambile

simthembilesicoto
Автор

Camagu Tata U bhele ndicela ukubuza ukuba ne combo yokubethelela ekhaya ikhona apha ekapa nah bendizoyi order APHA empelanyanga kungangcono ke ukuba ikhona apha ekapa camagu Tata enkosi

phumlantontela
Автор

Tatu bhele ethekwini sasala sizame tata

bonganibheki.
visit shbcf.ru