filmov
tv
Hymn 85โก ๐๐ต๐ฎ๐ป๐ด๐ฒ๐น๐ฎ๐ป๐ถ ๐ป๐ถ๐๐ถ๐ฏ๐ผ๐ป๐ฒ ๐๐๐ถ๐ฏ๐ฒ๐น๐ฒ ๐ฒ๐๐ถ๐ป๐ด๐ฎ๐ธ๐ฎ, ๐ญ๐ถ๐๐๐ต๐ถ๐น๐ถ๐๐ฒ ๐ป๐ด๐ผ๐ ๐๐ถ๐ป๐ฑ๐ถ๐๐ถ ๐ข๐๐ฎ๐ณ๐ฒ๐น๐ฎ ๐๐ต๐ถ๐ป๐ฎ ๐ฏ๐ฎ๐ป๐๐ ยณยน/ยนโฐ/ยฒโฐยฒยน

ะะพะบะฐะทะฐัั ะพะฟะธัะฐะฝะธะต
1.Khangelani nizibone
Izibele ezingaka,
Zityhiliwe ngoMsindisi,
Owafela thina bantu.
2.Be sihamba emnyameni,
Singenalo ukhanyiso ;
Be sihamba ekoneni,
Singakwazi ukulunga.
3.Wasinceda Wena, Thixo,
Ngobubele obukhulu ;
Wasinik' uNyana waKho,
Wasikhanyisela ngaYe.
4.Simbulela onguYesu,
Thina booni abonayo ;
Wazizek' izoono zethu,
Wazithwala Yena yedwa.
5.Wena, Moya oyiNgcwele !
Ma ungene kuthi sonke,
Usincede, sikubone
Oko kwenziwayo nguYe. Amen.
Izibele ezingaka,
Zityhiliwe ngoMsindisi,
Owafela thina bantu.
2.Be sihamba emnyameni,
Singenalo ukhanyiso ;
Be sihamba ekoneni,
Singakwazi ukulunga.
3.Wasinceda Wena, Thixo,
Ngobubele obukhulu ;
Wasinik' uNyana waKho,
Wasikhanyisela ngaYe.
4.Simbulela onguYesu,
Thina booni abonayo ;
Wazizek' izoono zethu,
Wazithwala Yena yedwa.
5.Wena, Moya oyiNgcwele !
Ma ungene kuthi sonke,
Usincede, sikubone
Oko kwenziwayo nguYe. Amen.