Transport Minister Mbalula reacts to Eastern Cape bus crash

preview_player
Показать описание
The bus crash near Centane in the Eastern Cape has claimed at least 25 lives. The bus was on its way to Butterworth from the Mazeppa Bay area. The cause of the accident remains unclear. The driver of the bus died in the accident. Transport Minister Fikile Mbalula is in studio.

Рекомендации по теме
Комментарии
Автор

It's not the company it's that driver

jessiefourie
Автор

Yekani nalento yosazi ngamaxesha weenyembhezi kuCentane kunini abantu bekhala ngophuhliso even izibhedlele asinazo bekufanele ngelixesha sesikhona isibhedlele salemihla edolophini kuCentane, neendlela kudala sikhala urhulumente uyayazi ndlela zethu azikhontle. Wena Mr Mbalula xana uphumapho uzuhle ngendlela uyophuma enciba Kie ferry ujonge iibhulorho zethu ziyagcwala xakunetha qha aziveli kuSABC please uqinisekise uyazijonga iindlela zethu zonke even Qombholo

solilwelazwelethu
Автор

Which must I call to report a very speeding bus

deesiile
Автор

Rip kubo bonke abasishiyileyo kudala sikhala ngendlela pha kucentane kune sibhedle pha ithafalofefe hospital xa isigulane singqithiselwa emonti sixhixhitheka kulandlela neza bus zibaleka kakhulu

fredmutatu
Автор

yaz bfore lobaba mbalula wenu aqala ngogxeka akunatransport e-eastern cape so that overload yinto yemihla ngemihla then yena amana ekhwexa iskhohlela ethetha into angayaziyo zange bahoya nto uba kubekho zibus kucentane indlela zimbi andisathethi kee ngaloo mbutho wabo uvotelwa yonke lee minya we ANC AWAZI NOBA YINTONI EBUHLUNGU EYEHLELE ABABANTU SHEM IMINDENI EVELELWE SESISEHLO LALANI NGOXOLO BOOO

StellaMahlathiDEAR
Автор

fikile mbalula is just talking so simple this is a serious isue . Are there gonner be quency quencis if faults were the roads? Cos even are full potholes in SA

zanelegoodness
Автор

Government makalungise iindlela zethu kuCentane akuqali ukuwi bhasi AB30 enye yayiwile msento kwalapho kuCentane, ziyabaleka ndiyazazi ndakhe ndazama uyikhwela soze ndiphinde ndixolele uhambha ngenyawo kunokhwelu AB30 never ever. Ndiliphosa kurhulumente ityala mabangcwabe bogqiba bakhulise izontsizana zisele zingasenabo abantu ebebekade bebaxhasa

solilwelazwelethu
Автор

Abo balahlekelwe zizihlobo zabo ndithi ngxe, yomelelani kuba lendebe yenzelwe nina yiseleni noba iyakrakra, eli lnxeba elingasoze liphele naphakade, ndicela u Qamata nezihlwele zenu ziniphe amandla okumelana nelilifu limnyama nijongene nalo ( kubuhlungu kakhulu)

wandaphiliso
Автор

There are more risky places on that road which supposed to have safey guards so that it can prevent for any motor vehicle to go down incase accidents happen but poor Eastern Cape got no one to cry to we see politicians during voting times and they disappear just after the elections are over so government should be blamed for that accident

vuyiledyakopu
Автор

Pronounce? Sorry minister, don't you mean determine? You struggle to speak and pronounce words?

angieminnaar
welcome to shbcf.ru