HOLY ALPHA FT ELLIKER - HOLY ALPHA (OFFICIAL MUSIC VIDEO)

preview_player
Показать описание
A BOXORBIT PRODUCTION

DIRECTOR: JUST THANDO & OLWETHU KEOSI
CAMERA: OLWETHU KEOSI, PIXELGEN
LIGHTS: PIXELGEN
EDITOR: OLWETHU KEOSI
Facebook:

Twitter:

Instagram:

Lyrics:

Chorus
Asidlali imidlalo la
Xa kungena thina jonga all eyes on us
Holy Alpha you’re the way the answer
They should know ubathatha ubabeke eAltar
Usisiqalo ne siphelo
Noba bangathini usezobaphatha njengesiqhelo
Isisiqalo ne siphelo noba bangathini usibezoba phatha nguwe othwele umqhele
Yeah Yeah Yeah

Verse1
Ingenile ikumkanikazi, Ingele-ngele ndikhulele apha ekasi
Ndikhule ndisophora ngoTyuthu gqiba ndithobe ngo Mongimali
They call me Mama Ghost
Ndivula iminyango when they close
Ndibusy kakhulu andibambi phone
Abanye bathi ndizenza ngcono ngoku
(Hihihihihi)
Ndonqena nokwenza abahlobo
Ndikhule kuthwa ubothemba isithunzi sakho
IChomi asoze zikuse ndawo
Zikwenzela iplan ungenzanga nento
YiMedi etheni erapper isiXhosa sodwa
Xa ndidroppileyo niya posta Andizukuflopa
Ubuntu ebantwini abusikho kodwa

Chorus
Asidlali imidlalo la
Xa kungena thina jonga all eyes on us
Holy Alpha you’re the way the answer
They should know ubathatha ubabeke eAltar
Usisiqalo ne siphelo
Noba bangathini usezobaphatha njengesiqhelo
Isisiqalo ne siphelo noba bangathini usibezoba phatha nguwe othwele umqhele
Yeah Yeah Yeah

Verse2
(Hihiii, Hihiii)
Yiyizelani lewei lubizo futhi imvumi azifani
Amanye amajita aphanjaniswa yi clout
Bendisaziwa kwa before ndizalwe
Uboqala pha ebhayibhileyo
Qala kuMatewu uqhine ekugqibeleni
Ilaity ndizinika ithemba ekuhlaleni
Yeah yeahhhh

Chorus
Asidlali imidlalo la
Xa kungena thina jonga all eyes on us
Holy Alpha you’re the way the answer
They should know ubathatha ubabeke eAltar
Usisiqalo ne siphelo
Noba bangathini usezobaphatha njengesiqhelo
Isisiqalo ne siphelo noba bangathini usibezoba phatha nguwe othwele umqhele
Yeah Yeah Yeah
Рекомендации по теме
Комментарии
Автор

mama!🥹🔥❤️akudlalwa mdlalo apha! this is beautiful. minaj wase mzansi, isiqalo nesiphelo!

lubabaloquba_
Автор

"Holy Alpha you the way the answer "uyi'Main topic nyan sisi ❤❤❤❤❤

EvelynZimba-otyc
Автор

They Call Me Moma Ghost Ndivula Iminyango... Flow Is Sick 🔥 ❤

igpopaonemkeys
Автор

The album is going to be a Masterpiece 🔥🔥🔥🔥🔥🔥🙌🏿🙌🏿

MphokaLedimo
Автор

Been hearing them say u-Elliker yiGhost 😭❤🔥🔥 I heard it myself ke namhlanje

buntumaverick
Автор

Spit fire ... khafula um'lilo 🔥🔥🔥🔥🔥

sitholecharles
Автор

Maamaa!!!❤❤❤❤ These visuals are hella sick chomam😭🔥🔥🔥🔥

kayveekamva
Автор

Danm my holy alpha this is dope you killing it with Xhosa rap love ❤from Khaltsha Litha Park

sisekomlanjana
Автор

Ta-Ubber🚜🇿🇦🔥🔥🔥🔥 Goals 🔥🔥🔥💫👑Mama Boss🐐🙌🏽🥰❤️❤️

luyandalishmoola
Автор

This is 🔥 I can't wait until you drop that Ishuu featuring Alkaline 🥵🥵🫨🫨🫨

yoraizersondlo
Автор

Can't wait for the one of wena no Uya Miza the poet

ovayosibongile
Автор

I'm with the Ghost 👻 Again❤🔥🔥🔥🔥🔥🔥🌍

OkMalumz
Автор

Fire🔥🔥🔥
As a Tswana rapper I really wish to work with you some day. I crave some Tswana and Xhosa fusion

yvnghsa
welcome to shbcf.ru