FBCWM Candle Light Service 2022 - Wazidala iinto zonke

preview_player
Показать описание
False Bay Circuit Woman’s Manyano
Cape of Good Hope District
Рекомендации по теме
Комментарии
Автор

Xhosa hymn 16.

Wazidala into zonke,
Wena Thixo wedwa;
Akwancedwa nangubani,
Ukuzenza kwaKho.

Ezintaba ezimiyo,
Zidaliwe nguWe;
Zimi ziqinile zona,
Ngokusekwa nguWe.

Nalamanzi aselwayo,
Siwanikwe nguWe;
Noku kutya sikutyayo,
Sikuphiwe nguWe.

Wabadal' abantu Wena,
Ngokufana naWe;
Wabanika into zonke,
Bafanelwa zizo.

Kwakufik' utshaba lwabo,
Lwabahlutha zona;
Bakudela Wena Thixo,
Beva izwi Lalo.

Wath' ukuze basindiswe,
Weenza ngezibele;
Wabanika uNyana waKho,
Eze kubafela. Amen

boblack
Автор

Ndzivaa ndfudumele sessandiii sabamama bndcingisa kmzi wBafezekisii yheey🎉🎉🎉

NomvoZwakala
Автор

Ndatsho ndakhumbula isiqalo! Ndikhule phantsi komfundisi u Rhasana wase Qamata engumfundisi wethu e Qumanco! I was a kid then! May His Soul Continue to Rest in Peace, I am in England now, indlela ekukhonzwa ngayo apha nekushunyayelwa ngayo yahluke kakhulu kunase South Africa🇬🇧❤️

nondzukisomazosiwe
Автор

Can't stop listening to this hym liyandivuselela kakhulu🥺🙏

KhayalethuDyonasi-wjfb
Автор

I believe this is how we should praise God... "hhayi mantombazane, man! Yini bomama!? Yini bomama!?"

spijo
Автор

My favorite Hymm ever, the video and action, WOW

xolanisulani
Автор

My favourite Methodist hymn and this video is by far the best version of it❤️, from a Lutheran🙏🏾

majolabongani
Автор

Yhuu bomama ndiyalithanda eliculo ndise ndingayazi noba mandithini niyibambe njalo bomama uthixo andigcinele nina ❤

bolekwayawani
Автор

We believe God will make peace again in the land .this is beautiful I like it

lesterkjack
Автор

Wow lichibi endiphila kulo eli ama Methodist

gloriambesi
Автор

I love this hymn ngaske bangayiyeki 😢❤❤

SindiswaMnyamana
Автор

I'm an Anglican but love Methodist

MathebeSedumedi
Автор

Woow😢😢😢 sincede Bawo. Singayaphi xa sisuka kuwe. Beautiful song

phumzajele
Автор

I'm watching from south Africa ❤🙏❤ I'm so blessed

ndumisorassieerasmusxaba
Автор

Yhiniii yhiniii bomama niyasivuselela❤❤❤❤❤❤

NomvoZwakala
Автор

Tsiii kumnandi kodwa e Wesile, Nkosi yam shuuu

phumzamoyeni
Автор

Ayi bomama ayi mantombazane ndivele ndiyaluze nendlu yonke
Mqokozo'bomvu ihlathi likawatela liyashiswa liyahluma
Yini bo'mama kutheni usibone nkosi ngoba konke sikuphiwa nguwe ❤❤❤

MamGinyaGinya
Автор

Kulowo unako ukusigcina singenachaphaza🙌🙌

loyisoluvalo
Автор

Eyi ndiyabathanda abamama bayanditsho ❤❤❤❤

NomthandazoKamana
Автор

Wabanika intozonke bafanelwa zizo my God

khanyisilenyaweni
join shbcf.ru