Imithandazo ka Gogo Compiled | Isintu Siyabukwa

preview_player
Показать описание

Рекомендации по теме
Комментарии
Автор

Amen Gogo iyandiphilisa emoyeni imithandazo yakho, ndithandazela finances zam, ndithandaza kuvuleke apho kubotshwe khona amanyange aphakame aqubule ikhakha andilwelwe

nomthandazobusakwe
Автор

Am praying to be financially stable in my life in Jesus name

anampezisa
Автор

Amen Gogo, ndicela imithandazo kubhange umoya omdaka ogqubayo phakathi kwe family yam, makubhange umoya wokugula kulendlu yam. Zonke iintshaba zam ndibuyisela iintonga kuzo ngokuphindelela, ndilwa nomoya omdaka wentswela mali, indlela yam yaokubuyela esikoweni mayivuleke.

bonisaninxawe
Автор

Gogo andikezi kwakho kodwa imithandazo yakho indenzela imimangaliso ya worse ibhafu endandiye kuyo ya Rawtin ❤phambile Tolokazi ufike ezinkwenkwezini maphile Abantu Ndlondlo❤❤❤❤

NozukilePendu
Автор

Amen mama wesizwe ndiyabulela ngeprayer ndinomnqweno wokudibana nawe ubuso ngobuso. Ndicela ukukhuselwa kwimimoya engendawo, divine protection upon my kids and the rest of my family. Ndicela umthandazo kuvuleke indlela xa ndilindele iCOS mntanethongo ndicela ukuvuleka kwengcango ezivaliwe . Enkosi Gogo wesizwe ndinethemba konke kuzokwenzeka.

SylviaMagwala
Автор

Amen! Hallelujah! Glory be to God Almighty. Thank you for your powerful and inspiring prayer Gogo. May the Lord in heaven hear your prayers and answer them accordingly.

funekaloza
Автор

Amen mama Yanga ungenyuka neyam imithwalo kunzima Tolokazi na lotata ndiyambeka emthandazweni yangat kungavuleka ingene imali yakhe endingayazi ibanjwe yinton amen Tolokazi❤

NomondeSenatle
Автор

🙏🏽🙏🏽 ndicela amanyange avule umsebenzi kum, avule imali, ndicela kuvuleke inhlahla Zam, ndicela intliziyo exolelayo, ndicela ukuthula endlini yam, ndicela uThixo nama nyangenge bandilwele kwabo bandifakela izichitho baziveze. Amen🙏🏽🙏🏽

NonieVuke
Автор

I always listen to these prayers before I sleep and ndibanethemb ukub konke kuzolunga nasekhayeni lam uzobakhona umohluko Nathi sode simfuman umsebenzi

AndiswaMoyeni
Автор

Amen gogo ndicela kuqaqeke izibopho ezibotshiwe esibelekweni sam kukhanye kwikhaya endikulo nase mtshatweni

PhathiswaMkefa
Автор

Camagu gogo ndicela unyuke nomthandazo wokufumana msebenzi omtsha kuyonyukela kulo ndikuwo umsebenzi ndiyawubulela wona kodwa kuninzi nje Amen

ThandokaziXimbi
Автор

Lapho sivela khona usikhusele nkosijesu nabantwana bethu nemindeni nezihlobo zethu amen🙏

PhumiMgenge-xnsy
Автор

Amen Mama makuqhaqheke amaqhina kuvuleke konke okuvaliweyo...Amen Dimasa omhle👏🙌

nobubelentisa
Автор

Amen gogo xandimamele imithandazo yakho ndibanethemba elikhulu kakhulu lokufumana imsebenzi

AsipheDondolo
Автор

Iam praying for a soft life with my son ndiyawubhangisa umoya wentlupheko❤️Amen🙌🕯️

SinazoMcitakali-zuyr
Автор

Amen DIMASA!! mawufikelele lo mthandazo kubantwana abatya iDrugs, ndinomzukulwana wam oyeke sele ese University wayokubulawelwa eKapa simzama ngemithandazo , simsa nakoo Rehab. Ahlale uThixo emitshatweni yethu ehlalelwe nguMtyholi, Kodwa ndithi ndakuvula le mithandazo ndiwubone umahluko Amen

Olothatslay
Автор

Amen gogo nyuka nemithwalo yam empilweni yam imali ayihlali kum tuuuu Lula isandla sakho empilweni yam

NonkosiTshisa
Автор

Amen ndicela uthixo namanyage andikhusele kulendawo thixo andolulele ntambo ende angavumi phefumlo wam uthathwe ngomnye umntu andikhusele ngalolenke ixesha avule impumelelo kum😢akhanyise apho kumnyama khona kudede bumnyama kuvele ukukhanya ezintweni zam ndimfumane mntana wam owabaleka no tata wakhe ndicela amanyange no thixo andicede ndiyifumane family ka tata wam.tata wam owabhubha eyikhangela naye ndicele uyeka isiselo esinxilisayo ndijongane nengxaki zam ndothulwe mithwalo kusuke intlipheko ekhaya Amen

AyandaWendy-zw
Автор

I'm praying for breakthrough financial and difficulties in my life

AmandaMatshange
Автор

Amen gogo kunzima nolala kodwa ndimamele lomthandazo umntanam akaphilanga gabha igazi gogo ndicela nyuke nemithwalo yam kuthwa sibhedlele neTB liqabuke lamzuzu liphindile namhlanje ndincede gogo ndisekapa

ThandiNgxameleni
join shbcf.ru