Banxunguphele abahlali ngokubulawa kwabantwana eNgcobo

preview_player
Показать описание
Lunxunguphele uluntu kwilali yase-Ntsalaba eNgcobo kwiphondo lase-Mpuma Koloni emva kokubulawa kwabantwana abane. Kutyholwa ngelithi babulewe ngumama wabo, kwaye abahlali bathi babulewe ngendlela engathethekiyo.

Рекомендации по теме
Комментарии
Автор

Yha nhe kunzima kakhulu la emhlabeni ...

magamenkosimbihli
welcome to shbcf.ru