Amafutha eMvubu (Ntsikazi and Nr 1)

preview_player
Показать описание
Namhlanje sincokola nge Mvubu Nr 1 and Mvubu Ntsikazi.
Рекомендации по теме
Комментарии
Автор

Akwande kwa Vusilanga no Bhele 💞💕🙏🏼🙏🏼🙏🏼🙏🏼💕💞

SiphiweMashiane-kz
Автор

Camagu Tat'Bhele👏.... kwenye ilali ekufuphi pha ekhaya yakhe yaxhelwa yaphekwa imvubu ngabahlali.... Emva koko kwanetha izintyalantyala zemvula.... I wonder if these facts you've just highlighted have/had any effect (e.g bothandeke, bahlonipheke) kwaba bayityayo lanyama? 🙆‍♀️.... Thiza ndaphoswa yilanyama🤣

tinakom
Автор

Mhlolo tatubhele ndicela I no yakho ndifuna u thenga amayeza ndikude enamibia bhele kodwa ndi naye umntana ekapana onokuwa thattha kwindawo othelela abantu basekapa

nomondemngqelana
Автор

Ukweyiphi village aphe Ncera tata ngoba akncedi mane sikuva usncokolela ngalamayeza sibe sidinga uncedo. Just your business telephone number so that umntu aygcine enze I Appointment xa enethuba.

siyasangamali
Автор

Lamafutha uyawapheka kuse athambe noma??

kgothatsotreemusic
Автор

Camagu tata u Bhele. How do I register for isikolo samayeza.? I would like to join in the next class

nozis
Автор

imvubu-sthole will be unumber 1 nhe? isetyenziswa kakhulu ngabesifazane;
imvubu-ntsikazi ilunga kakhulu kwabesilisa/amadoda

kukho into ethi if you use them otherwise uzakutsala abantu besini sakho, uphele Bhele unguSomSom.

TaMundas
Автор

Bhele, mntanohle!

uThunzikhulu ayingoMgxam/Vovovo/Hluze?

uMsenge nanku uthandeka ezibhokhweni

kubekho uMathunzentaba/Mnyamathi

TaMundas
join shbcf.ru