COGHDWG Consultation 2021 - Thixo ulilanga lethu

preview_player
Показать описание
Cape of Good Hope District Wesley Guild

Methodist Xhosa Hymn 18
1. Thixo ulilanga lethu,
Uya khanya phezu kwethu;
Umphefumlo ungabona
Apho ihambela khona.
2. Thixo ulikhaka lethu,
Asoyik' iintshaba zethu;
Zonke ziya songwa nguWe,
Soza ngokonwaba kuWe.
3. Wosiphatha ngobubele,
Wosinika ubungcwele;
Wopha abakukhonzayo
Okuthamsanqelekayo.
4. Ithamsanqa elikhulu,
Ithamsanqa elezulu,
Likho kothembayo kuWe;
Ngokuba ethandwa nguWe. Amen🙏
Рекомендации по теме
visit shbcf.ru