Stixo | S01 EP15 | Ndiyak'funa

preview_player
Показать описание
#Stixo #FunArtEntertainment #Ndiyakfuna

Рекомендации по теме
Комментарии
Автор

Yhooo lomjita🤣🤣🤣🤣🤣🤣🤣uZinyo makanikwe iFlowers zakhe esaphila legend this one
😂😂😂😂😂

MrBURAPHARMZPROOO
Автор

I gate why izovuleka kanje🤣🤣🤣zinyo yi legend 🤣🤣

sandiletyanase
Автор

Yandxobula i voice yalo mjita u Stixo plus no Zinyo wakhona😂😂😅

Anele-mips
Автор

😂😂😂 yadika uZinyo... "Hay maan khame, he he he!"

SomethingNicewithDinano
Автор

Nice work bhudaz. If you need quality recordings, sound design & music, don't be afraid to let me know.

zotwalu
Автор

Tawakal shop, our famous my friend 😂😂

siyabulelashashasiyongwana
Автор

Sitixo. Uyabathanda. Abantu. Abantle. Ufuna. Wonke. Umntu😂😂😂😂

AmandaLiyola
Автор

Uyadika uZinyo. 😂😂😂 Potholes ezingaka. 😂😂😂

yeskwanda
Автор

Worse ke bendikle meko monday night😂😂😂😂😂kukho i awthi esi sphazamisi ngathi ngu zinyo

qhayiyaqhena
Автор

Yuuuuh nanku lona😅😅😅caba kudala imfuna lomntana😅😅

ZukisaniMtengwana
Автор

😂😂😂Zinyo ngathi utyisa team kodwa and zange ndambona ebambile futhi, ngalamajita anxila oko qha afike ehleba amajita ajolayo uba ayatyelwa nawondla amalahle, ekse Keys wamsaphi Maxobho sewuncwasa mady eneshiya

thandomvimbi
Автор

Harbor kuthi akaveli😅😢😂❤🎉😊

😢😮😮😅😅😊😊😊😊😅😅😅😮😮😢😢😢😢

LizaliseHanjana
Автор

😂😂😂Zinyo yintoni ngoku ugxola nge beer

vukanimtimkulu
Автор

Ekse majita I want more anikhiphe more

Sbusiso.S