filmov
tv
Ringo Madlingozi - Ndiyagodola (South Africa/Afrique du Sud)

Показать описание
Ingab' uphi westhandwa sam
Kuyaband' aph' ekhaya
'Zobuya nin, oh dali wam
Mh, ndyagodola
Okoko wemk' aph' ekhaya
Eli khay' ayiselo khaya
Kumnyama lonk' ixesha
Mh ndyagodola
Andisakwazi nokulala
Kuyaband ubuthong' abukho
Ilanga selanditshonela
Mh ndyagodola
Kuyaband' aph' ekhaya
'Zobuya nin, oh dali wam
Mh, ndyagodola
Okoko wemk' aph' ekhaya
Eli khay' ayiselo khaya
Kumnyama lonk' ixesha
Mh ndyagodola
Andisakwazi nokulala
Kuyaband ubuthong' abukho
Ilanga selanditshonela
Mh ndyagodola
Ndiyagodola
Ringo - Ndiyagodola
Ndiyagodola (Live At The South African State Theatre / 2003)
Ringo Madlingozi - Ndiyagodola (South Africa/Afrique du Sud)
Ngiyagodola - Ringo Madlingozi
Sondela
Ndiyagodola (Live at the South African State Theatre, Pretoria, 2003)
RINGO MADLINGOZI - NDIYAGODOLA LYRICS (Karaoke)
Ringo Madlingozi-Ndiyagodola💥
Ndiyagodola Intro
Ringo Madlingozi - Ndiyagodola
NdiyaGodola- Ringo Madlingozi ( Cover by Ayos) 😭😭😭😭🥵🥵🥵
Mthulise (feat. Ringo Madlingozi)
Nkqo Nkqo
Kum Nakum
Into Yami - Ringo Madlingozi
Ndiyagodola by Ringo - LBHS Steel Band 2016
South Africa
Ndi Nje. South Africa
Sondela by Ringo Madlingozi with Lyrics
MVI 9889
Ndi Nje
Baleka
Ringo Madlingozi - Ngiyagodola
Комментарии