imvuselelo yoMhlobo wenene FM - Rev M Faleni

preview_player
Показать описание
Imvuselelo kuMhlobo wenene fm qho ngeCawe ngentsimbi yesiXhenkxe ukuya kwiNtsimbi yeThoba

ababhexeshi benkqubo ngumfundisi uMzukisi Faleni kunye noNomonde Vakalisa
Рекомендации по теме
Комментарии
Автор

Oh!! Ihlaba ngaphakathi! My favorite I listen to this every night.

Dathini
Автор

Kwowu ungayilibali into entle eyenzwe ngu Thixo from Mzolisi Ngqeme e Dordrecht

mzolisingqeme
Автор

yhoo tata nosmonzi niyayichukumisa intliziyoyam xandinimamele ingase ndingaphazanyiswa kwayinto tuu o ndikuthanda xausithi ungamncami uthixo

bongekasibeko
Автор

Praise the Lord 🙏🙏🙏🙏ndiyabulela koPetros bam

sweetnessluvalo
Автор

Tata cela zenze zibeninzi ezimvuselelo kuba zoyasomeeza zisifundise kuba asinalo ncam ixesha lomamela ngenxa yempangelo plz tata

cnezhouseofjoy
Автор

please upload more of these I've been searching for him for a long time

vuyiakolo
Автор

Kahle kahle u petrose ngumntu othi ehamba endlelen yakhe kodwa buvuke umbuntu kuye ahlukumeze # noma kunjalo kodwa naye kuthiwa asimbeke singamshiyi .

phumezabinjana
Автор

Ungamshiyi uPetrose... !!! Lo ngumyalezo weZulu.

smkatshwa
Автор

Xelela abafundi sodibana egalili"kodwa ningamlibali noPetros kowuu

qondilecebesha
Автор

Oh Please Can you please add more of my pastors Preaching Ngconde!!!

thandilenkabi
Автор

Enkosi diyaqala ukungena kulebo yakha ndiyachola chola ngalomzuzwana ndifune lukhulu kakhulu ndi hlala eGeorge Ndigu faniswa Mrweqana phambili tata bendinegxaki ezininzi kodwa ngoku ziyehla ngokumamela intshumayelo yakho ndingumlahlelwa mna

shortyshorty
Автор

Aw nini aba tatu Faleni no Smonds bendinganaz niyasvuselela enkos wethu ningàmncami uThixo

smonzmbutyana
Автор

Xa ubhiyozela izinto u Yesu akwenzele zona kodwa ungamshiyi u Petrose.

phumezabinjana
Автор

Ningazilibali izinto uthixo izinto akwenzele zona.ngamlibali upetros

joyvanhemert
Автор

I need these clips, where can i download or how? Thank you for the uploads

MILOkaMAYA
Автор

Can u please upload more Audio n Videos Mr Faleni nawe Mondeza

mosesngalo
Автор

ndicela eyesono sesonde bantu bakhuthi

msamnyulu
visit shbcf.ru