filmov
tv
274 Yisabatha Namhla Nkosi - Amalinda Methodist Church

Показать описание
Yisabatha namhla Nkosi
Iyimini yakho;
Bayavuy' abantu bakho,
Ngalemini yakho.
Wawuphuma namhla Nkosi
Enchwabeni lakho,
Wakufis' ukufa namhla,
Ngokuvuka kwakho.
Uvukile wena ntloko
Yabo bakholwayo,
Sakuvuka nathi ngoko,
Thina sikholwayo.
Maliviwe izwi lakho,
Ngabaninzi namhla,
Mabavuswe ekufeni
Babe nawe namhla.
Sibulela wena Yesu
Kuyo lendlu yakho
Sinezinto zonke thina
Ngokuvuka kwakho..
Iyimini yakho;
Bayavuy' abantu bakho,
Ngalemini yakho.
Wawuphuma namhla Nkosi
Enchwabeni lakho,
Wakufis' ukufa namhla,
Ngokuvuka kwakho.
Uvukile wena ntloko
Yabo bakholwayo,
Sakuvuka nathi ngoko,
Thina sikholwayo.
Maliviwe izwi lakho,
Ngabaninzi namhla,
Mabavuswe ekufeni
Babe nawe namhla.
Sibulela wena Yesu
Kuyo lendlu yakho
Sinezinto zonke thina
Ngokuvuka kwakho..
274 Yisabatha Namhla Nkosi - Amalinda Methodist Church
Hymn 264 ♡ 𝗬𝗶 𝗦𝗮𝗯𝗮𝘁𝗵𝗮 𝗻𝗮𝗺𝗵𝗹𝗮, 𝗻𝗞𝗼𝘀𝗶, 𝗜𝘆𝗶𝗠𝗶𝗻𝗶 𝘆𝗮𝗞𝗵𝗼 ³¹/¹⁰/²⁰²¹...
𝗬𝗶 𝗦𝗮𝗯𝗮𝘁𝗵𝗮 𝗻𝗮𝗺𝗵𝗹𝗮, 𝗻𝗞𝗼𝘀𝗶, 𝗜𝘆𝗶𝗠𝗶𝗻𝗶 𝘆𝗮𝗞𝗵𝗼 ; 𝗯𝗮𝘆𝗮 𝘃𝘂𝘆' 𝗮𝗯𝗮𝗻𝘁𝘂 𝗯𝗮𝗞𝗵𝗼 𝗡𝗴𝗮𝗹𝗲 𝗠𝗶𝗻𝗶 𝘆𝗮𝗞𝗵𝗼.³¹/¹⁰/²⁰²¹...
YiSabatha Namhla Nkosi
Hymn264 ♡ 𝗬𝗶 𝗦𝗮𝗯𝗮𝘁𝗵𝗮 𝗻𝗮𝗺𝗵𝗹𝗮, 𝗻𝗞𝗼𝘀𝗶, 𝗜𝘆𝗶𝗠𝗶𝗻𝗶 𝘆𝗮𝗞𝗵𝗼 ⁽ⁱᴾᵃˢⁱᵏᵃ ᵏᵃ ²⁰¹¹⁾ ⁻ ²⁴/⁰⁴/²⁰¹¹...
COGHDYWM Convention 2023 - A Call to worship + YiSabatha namhla Nkosi
False Bay Circuit Passover 2023 - Yisabata namhla Nkosi
False Bay Circuit Passover 2023 - YiSabata namhla Nkosi
Hymn 274 ♡ 𝗟𝗲 𝗠𝗶𝗻𝗶 𝗼𝘀𝗶𝗻𝗶𝗸𝗲 𝘆𝗼𝗻𝗮 ; 𝗜𝘆𝗮 𝘀𝗼𝗻𝗴𝘄𝗮 𝗻𝗞𝗼𝘀𝗶, 𝗻𝗴𝘂𝗪𝗲; ♥• [𝑩𝒆𝒏𝒆𝒅𝒊𝒄𝒕𝒊𝒐𝒏 & 𝑮𝒓𝒂𝒄𝒆-𝑷𝒓𝒂𝒚𝒆𝒓]⁰⁶/⁰³/...
FHWG Spiritual Retreat 2023 - YiSabata namhla Nkosi
False Bay Circuit Passover 2023 - Yisabata namhla Nkosi
YiSabatha Namuhla Nkosi
Episcopal Church in Africa Central District- Yisabatha namhla Nkosi
Yisabatha Namhla Nkosi - False Bay Circuit
Namhla yiSabatha Nkosi | Church of the Holy Ghost
TACC Sealing Service 2023 - Hosted by Chief Apostle, Bayavuya abantu bakho ngoba yiSabatha namhla nk
UPCSA Isabatha Namhla Nkosi
Namhla yiSabatha Nkosi | Church of the Holy Ghost
Singing namhla nkosi.❤
Bellville Circuit Spiritual Marathon 2022 - Sine zinto zonke thina
215 Lonto Ayithiyileyo (Audio) - East London Circuit 313
Yi Sabatha .. Wesele my church bethesda
Bhekabasembi Christian Mkhize singing Namhla Nkosi on a Mothers Day at Dukuduku BnB - St Lucia
Namhla Nkosi Siyamangala
Комментарии