Iindaba zesiXhosa @13H00 l 10 April 2025

preview_player
Показать описание
Рекомендации по теме
Комментарии
Автор

Ndiqonda andinokungazi bukeli ezindaba zifundwa nguLisa Dumezweni wow beautiful ❤

Mbuthu
Автор

Ukuba ichips bezineoyizin ngebebhubhe bonke abantwana okanye bagule, sivalelwe amahala ispaza shop.

MboniswaNxele-bffv
Автор

Yhoo Nkosi usaqhubeka nalo mkhuba wee chips ezine tyhefu, hlangula ilizwe lethu Bawo💔

ThantaswaJongihlathi-tx
Автор

Here we go again, Sowetan please close down this spaza shops, is too much 😢

AbsolomNkabinde
Автор

Ndiyabulela ngale channel apha ku youtube, izishwankathela kamnandi iindaba kabini ngemini🙏, abafundundi ziindaba baqhube ngofunda ngesiXhosa esintsokothileyo👏
Lamfo we social media makanga khumshi kakhulu xa esiphathela ezihamba phambili kumacwecwe onxebelwano!

sisekonyaka
Автор

Why does SABC News on Channel 404 translate vernacular languages to English during interviews, but not the other way around—for example, translating English to isiXhosa or isiZulu during the vernacular news bulletins? Is there a reason why viewers who are not fluent in English, particularly the illiterate, are not being fully catered for in the same way?

mvuzosilele
Автор

But then tarrifs have been suspended for 90days...???

EricDiller-onhk
Автор

Kodwa irhafu/ tarrifs ayikaqali kuba irhoxisiwe yiMelika iinyanga ezintathu.

Mzalwane
welcome to shbcf.ru