filmov
tv
Zinyanga ezisixhenxe bengarholi abasebenzi

Показать описание
I-EFF icele inkampani iLFC Milling eWesselsbron, eFreystata ukuba isombulule izikhalazo eziphakanyiswe ngabasebenzi. Bangaphaya kwamashumi asibhozo abasebenzi abathe bagwayimba ukusukela ngoJune wonyaka uphelileyo. Ubuhlanga, ukungalingani kunye nokunyuswa kwemivuzo yeminye yemibandela ebalulekileyo ephakanyisiweyo. Abasebenzi abakhokelwa nguNEAWUSA bathi babambe umngcelele amatyeli aliqela kodwa ababi nampumelelo.