filmov
tv
Ingaba Wonwabile? | Ibandla likaThixo

Показать описание
Uthando Lungundoqo Wokubandezeleka uThixo
Awatyhubela Kuko Ekufikeni Kwakhe Esenyameni
Isibakala sokuba uThixo engazange athumele isithunywa
endaweni yakhe, kodwa weza kulo mhlaba
ngokwakhe ukuze abe lidini waza wanyamezela
zonke iimbandezelo neentlungu ebesifanele sidlule kuzo,
ibonisa ngokucacileyo indlela uThixo aluxabisa ngayo
naluthanda ngayo uluntu.
Ibandla LikaThixo LiyiZiyon Apho Uvuyo
Nesandi Sokuvuma Ingoma Zingapheli
IZiyon yindawo apho Umbulelo nethemba
lezulu liphuphuma kumnqophiso omtsha.
Ekubeni uBawo u-Ahnsahnghong noThixo uMama, kunye
nabantakwethu noodade, bekunye eZiyon, amalungu eBandla
likaThixo azoyisa zonke iinkxalabo zehlabathi ngovuyo.
(eyoku-1 kaYohane 4:7-8.)
Zintanda, masithandane; ngokuba uthando lwaphuma kuThixo.
Bonke abanothando bazelwe nguThixo, bayamazi uThixo.
Lowo ungenaluthando akazanga amazi uThixo,
ngokuba uThixo uluthando.
[Amalungelo alomboniso-bhanyabhanya ngawombutho Womsebenzi Welizwe Ibandla likaThixo. Ayivumelekanga iimigaqo enxamnye nosazazo.]

Комментарии