CoGH District Choir-Siyakudmisa Thixo

preview_player
Показать описание

Комментарии
Автор

05 March 2025, I'm here😢what a song❤

aphiweaphiwemusic
Автор

These holy lyrics! Praise God:

Siyakudumisa Thixo siya kuvuma ukuba
unguYehova
Umhlaba wonke ubedesha wena.uYise
ongunaphakade.
Zonke ingelosi zimemeza kuwe.kwanezulu
nawo onke amandla akulo
Ikerubime nesarifine.zima na zimemeza
kuwe
Uyingcwele, uyingcwele, uyingcwele.Yeho
va, Thixo wemikhosi
Izulu lizele, kwanomhlaba.bub ukhulu
bobungcwalisa bakho.
Umhlabi wobungcwalisa wabapostile.uya
kudumisa.
Ama kholwane amahle aabaprofeti.aya
kudumisa.
Umkhosi odumileyo wabafele wena
uyakudumisa.
I Remente engcwele kulo lonke
ilizwe.iyakuvum a
UYise.! obukhulu bungenambaliso,
UNyana wakho emnye.odumileyo,
oyinene, KwanoMoya oyiNgcwele.umOn
wabisi.
Ungu Kumkani wobungcwalisa.W
enatchee Kristu!
Wena unguNyana ongunaphakade.w
oYihlo,
Uthe wena wakunyula umsebenzi
wokusindisa abantu.akwaside la isizalo
sentombi.
Uthe wakuba woyisile ubukhali bokufa
wavulela bonke abakholwayo ubukumkani
bezulu.
Wena uhleli ngasekunene kuThixo,
ebungcwaliseni boYihlo.
Siyakholwa ukuba woza .ubengumGwebi
wethu.
Siyakuthandaza ngoko siza izicaka zakho
ozithengileyo ngegazi lakho elinqabileyo.
Zenze ukuba zibalwe ndawonye
nabangcwele bakho.ebungcwal iseni
obungunaphakade .
Nkosi sindisa abantu bakho.uthamsanq
elise ilifa lakho.
Baphathe, ubaphakamise.ku de kube
ngunaphakade.
Thina imihla ngemihla sikwenza mkhulu
wena.
Sihlala sibedesha igama lakho.kude kube
ngunaphakade
Sincede nKosi! Usilondoloze ngale mini
singabi nasono.
NKosi zusiphathe ngetaru..zusiph athe
ngetaru.
NKosi! Itaru lakho malihle phezu
kwethu..njengok uba ithemba lethu
likuwe.
NKosi! Ndithembe wena . ma ndingaze
ndidaniswe

phumzile
Автор

Mandisi Dyantyis is a gem, let us give him his flowers while he is still alive please.

vuyokazimdludlu
Автор

2024 i still watch it and still get bkessed... it'll never get old..." Nkosi ndithembe wena mandingaze ndidaniswe" ❤❤😢😢

aphiwemhlauli
Автор

The " Thina imihla ngemihla sikwenza mkhulu wena" gets me so emotional at the sometime at peace. 12 march 2025❤

YonelaMbaba
Автор

Am I the only one who can not get over this video? I watch it every day. Blessings to this choir.

Miliswa
Автор

Mandisi Dyantyis (conductor) what a talented guy

nkosikhonafanaphi
Автор

The only song that receives standing ovation because it EXALTS THE MOST HIGH GOD.UZUKO NEMBEKO MALUBE KUYE YEDWA KUDE KUBE NGUNAPHAKADE AMEN.Thank you.🤚🤚🤚

SmilingChocolateBonbons-nojk
Автор

A number of people in this choir have since passed in the last two years. May the lord they served continue to comfort their families. I believe they are now at peace but definitely missed.

AM-idql
Автор

Yoooh i’m crying 😢 😢😢 family listening to this song dit breek my hart 💔in stukkies thinking of my husband who’ve passed away through covid 2021 Lord have mercy upon upon us 🕯️To the conductor and choir mag die Here julle ryklik seen 🙌🙌🙌Amen ✝️

FifiSekosana
Автор

“Nkosi ndithembe wena, mandingaze ndidaniswe” my motto. 🙏🏾❤️❤️

emiy
Автор

2022 and I'm still in awe!
Mandisi Dyantyis 🙌🏾

msnoxolo
Автор

To King JESUS Christ be the Glory throughout ALL the AGES❤❤❤

PrinceManyoni-hz
Автор

Africans' understanding of voice is so different than in the West. I could listen for hours. Absolutely stunning harmonies

ted
Автор

Our culture and spirituality as Xhosa people is top tier 👌 soze ungaguquki when attending a Xhosa church

KazieD
Автор

Wonderful! Im fulfilled always. Each time I watch this choir praising God, Im blessed.I worship God my Creator with them. I thank God for making me find this 'Siyakudumisa Thixo'.
I really feel sorry for people who do not understand IsiXhosa particularly this Siyakudumisa Thixo.
May the Good Lord bless this choir in JESUS name.AMEN. ❤

NikhoMan-jnjv
Автор

I cry, I get guss bumps. All at the same time.. Siyakudumisa is so powerful in Xhosa. I understand it better in Xhosa than in my mother tongue. One heart one way

kelebogilelechwano
Автор

Siyakudumisa Thixo (We praise your name God)
Siyakuvuma ukuba unguYehova (We're grateful that you're Lord)
Umhlaba wonke ubhedesha wena (The world bows before you)
OYise ongunaphakade (You're Everlasting)
Zonke iingelosi zimemeza kuwe (The angels worship you)
KwaneZulu nawo onke amandla akulo (And the earth before your might)
IKherobime neSerafime (The Cherubim and the Seraphim)
Zimana zimemeza kuwe (Always worship you)
Uyingcwele, uyingcwele uyingcwele! (You are holy)
Yehova Thixo wemikhosi (Lord, God almighty)
Izulu lizele kwanomhlaba (The fill the heavens)
Bubukhulu nobugcwalisa bakho (And the earth with your grace)
Amen, Ameni…
Nkosi ndithembe wena (Father my trust is in you)
Mandingaze ndidaniswe (That I may never be disgraced)
(Repeat)

sesethuvenevene
Автор

Being so far from home it warms my heart knowing I can get access to such beautiful and blessed moments of our wonderful church in a click of a button. FORVER GRATEFUL♥

nthabisengmatolo
Автор

Siyakudumisa Thixo siya kuvuma ukuba unguYehova.
Umhlaba wonke ubedesha wena.uYise ongunaphakade.
Zonke ingelosi zimemeza kuwe.kwanezulu nawo onke amandla akulo
Ikerubime nesarifine.zimana zimemeza kuwe
Uyingcwele, uyingcwele, uyingcwele.Yehova, Thixo wemikhosi
Izulu lizele, kwanomhlaba.bubukhulu bobungcwalisa bakho.
Umhlabi wobungcwalisa wabapostile.uyakudumisa.
Ama kholwane amahle aabaprofeti.ayakudumisa.
Umkhosi odumileyo wabafele wena uyakudumisa.
I Remente engcwele kulo lonke ilizwe.iyakuvuma
UYise.! obukhulu bungenambaliso,
UNyana wakho emnye.odumileyo, oyinene, KwanoMoya oyiNgcwele.umOnwabisi.
Ungu Kumkani wobungcwalisa.Wena Kristu!
Wena unguNyana ongunaphakade.woYihlo,
Uthe wena wakunyula umsebenzi wokusindisa abantu.akwasidela isizalo sentombi.
Uthe wakuba woyisile ubukhali bokufa wavulela bonke abakholwayo ubukumkani bezulu.
Wena uhleli ngasekunene kuThixo, ebungcwaliseni boYihlo.
Siyakholwa ukuba woza .ubengumGwebi wethu.
Siyakuthandaza ngoko siza izicaka zakho ozithengileyo ngegazi lakho elinqabileyo.
Zenze ukuba zibalwe ndawonye nabangcwele bakho.ebungcwaliseni obungunaphakade.
Nkosi sindisa abantu bakho.uthamsanqelise ilifa lakho.
Baphathe, ubaphakamise.kude kube ngunaphakade.
Thina imihla ngemihla sikwenza mkhulu wena.
Sihlala sibedesha igama lakho.kude kube ngunaphakade
Sincede nKosi! Usilondoloze ngale mini singabi nasono.
NKosi zusiphathe ngetaru..zusiphathe ngetaru.
NKosi! Itaru lakho malihle phezu kwethu..njengokuba ithemba le😊thu likuwe.
NKosi! Ndithembe wena . ma ndingaze ndidaniswe 0:32 😅

gcjdjnfjf
welcome to shbcf.ru